EZiyon nakwintsapho yethu, ukuqonda isizathu sokuba ubani aziphathe ngendlela ethile kunokukhokelela kuvelwano, kodwa ngaphandle kokwazi isizathu, sisenokungasiqondi, sibe nomsindo, yaye ekugqibeleni sibe ziintshaba.
Kungeso sizathu le nto uThixo wakubethelela ukubaluleka kokuqonda nokucingelana waza wabalaselisa “ukuthandana” njengemfundiso ebalulekileyo yomnqophiso omtsha.
Amalungu eBandla likaThixo acinga ngokubandezeleka, intlungu, ihlazo nezithuko uBawo noMama abaye bakunyamezela ngenxa yawo, belahla iziqu zabo zobudala ezaziphilela iziqu zabo kuphela, bezama ukuba ngabantu abatsha abacingelanayo, abanikezelayo komnye nomnye, baze baqhelisele uthando ngenkuthalo.
Sikwazile thina, sakholwa kukusithanda kukaThixo. UThixo uluthando; lowo uhleli eluthandweni uhleli kuye uThixo, noThixo uhleli kuye. . . . Nguwo lo umthetho esinawo uvela kuye: ukuba athi lowo umthandayo uThixo, amthande nomzalwana wakhe. 1 KaYohane 4:16–21
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala