Ngebali lendlela uThixo awasebenzisa ngayo amagorha angama-300 kaGidiyon ukoyisa i-135,000 yeentshaba kunye nebali lendlela Yoshuwa wayoyisa ngayo iYeriko ngokuyijikeleza ekhwaza, siyabona ukuba naphi na apho kukho ukuthobela ilizwi likaThixo, kukho nemimangaliso.
Emva kwelixa likaYise neloNyana, kweli lixa loMoya oyiNgcwele, abo balandela amazwi kaKristu Ahnsahnghong noThixo uMama, “Shumayelani ivangeli kuzo zonke izizwe. Manyanani eluthandweni,” ngentliziyo ethobelayo, baya kubona imimangaliso.
Ke ùthi, ngokuba lukhuni kwakho, nentliziyo yakho engenanguquko, uziqwebele ingqumbo, ngemini yengqumbo nokutyhilwa komgwebo onobulungisa kaThixo; oya kuvuza ulowo nalowo ngokwemisebenzi yakhe: KwabaseRoma 2:5–6
Wathi kubo, Hambani niye kulo lonke ihlabathi, nizivakalise iindaba ezilungileyo kuyo yonke indalo. Lowo ukholiweyo wabhaptizwa, wosindiswa; ke yena ongakholwanga, wogwetywa. Marko 16:15–16
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala