Ivangeli yeBandla likaThixo, eyaqala kwindawo encinci njengegumbi eliphezulu likaMarko, iye yakhula phantsi kwentsikelelo kunye nokhokelo lukaThixo uAhnsahnghong noThixo uMama kwaye ngoku iye yaba yicawa yehlabathi esasaza iindaba ezilungileyo kulo lonke ihlabathi.
Ukuba sizifica ngeengcinga nobomi obunxamnye nentando kaThixo, asinakuze siphumelele. AmaSirayeli ona ngokuthandabuza amandla kaThixo nasemva kokubona imimangaliso Yakhe emininzi, kodwa ukuba siyamxabisa uThixo osoloko esinceda, siya kufumana iintsikelelo ezininzi.
Khawenze ubuhlobo naye, ube noxolo; Ngaloo nto wòzelwa kokulungileyo. Khawamkele umyalelo emlonyeni wakhe, Ubeke iintetho zakhe entliziyweni yakho. Ukuba ùthe wabuyela kuSomandla, ùya kwakhiwa. Ukuba uthe wabubeka kude ubugqwetha ezintenteni zakho, Walibeka eluthulini ilitye legolide, Wayibeka eluhlalwini lwemilanjana neyakwaOfire: USomandla woba lilitye legolide kuwe, Nesilivere ebengezelayo kakhulu. UYobhi 22:21–25
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala