IBhayibhile ithi isizathu sokuba uluntu lufe kungenxa yezono.
Nangona kunjalo, iBhayibhile ikwathi ukuba bafumene uxolelo lwezono, imiphefumlo yabo inobomi obungunaphakade nangona imizimba yabo itshabalala.
Kufuneka sibhaptizwe egameni loMsindisi onegunya lokuxolela izono kwaye asinike ubomi obungunaphakade.
Ibandla ekukuphela kwalo elibhaptiza egameni likaThixo uYise, uYehova, uThixo uNyana, uYesu, noThixo uMoya oyiNgcwele, uKristu Ahnsahnghong, liBandla likaThixo.
Lowo weyisayo ndiya kumenza intsika etempileni yoThixo wam. Akayi kuba saphuma phandle; ndaye ndiya kulibhalela phezu kwakhe igama loThixo wam, negama lomzi woThixo wam, iYerusalem entsha, ehla emazulwini ivela kuThixo wam, negama lam elitsha. IsiTyhilelo 3:12
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala