Sivela Phi? Siyaphi Emva kokuba Sifile?
Ngaphandle kokwazi intsingiselo
yobomi abantu bayabhadula,
bebotshelelwa yimisebenzi yabo
kwaye bajongene nokufa.
Noko ke, kukho into ebalulekileyo
efihliweyo kubomi bethu.
IBhayibhile ifundisa ukuba ukufa kuthetha
“ukubuyela” ezulwini yaye uluntu lwalusezulwini
ngaphambi kokuba uThixo adale umhlaba.
Xa sigcina iPasika, eyanikelwa nguMoya
kunye noMtshakazi-uKrestu Ahnsahnghong
noThixo uMama, sinokubuyela kwikhaya
lethu lasezulwini, ezulwini.
KumaHebhere 11:13
Aba bonke bafa ngokokholo,
bengawafumananga amadinga;
besuka bawabona kude,
bakholosa, bathakazela,
bavuma ukuba bangabasemzini,
balundwendwe emhlabeni.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala