Akukho nto emhlabeni inokuphila ngaphandle kwamanzi.
Ngendlela efanayo, ukuba imiphefumlo yethu ayibonelelwanga ngamanzi obomi—ilizwi likaThixo, siya kubandezeleka ngenxa yonxano lokomoya size sitshabalale ekugqibeleni.
EBhayibhileni, kubhaliwe kwathiwa uMoya kunye
noMtshakazi banika amanzi obomi.
Apha, uMtshakazi unguThixo—umthombo wamanzi obomi, hayi ibandla okanye amakholwa.
Kuphela kwiBandla likaThixo, elikholelwa kuMoya nakuMtshakazi— ukuza okwesibini uYesu Kristu Ahnsahnghong noThixo uMama—oweza esenyameni
kwesi sizukulwana, apho sinokuwafumana khona amanzi obomi.
UMoya nomtshakazi bathi, Yiza. Lowo uvayo makathi, Yiza. Lowo unxaniweyo makeze; lowo uthandayo, makawathabathe amanzi obomi ngesisa. IsiTyhilelo 22:17
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala